Eyeziqalo 11:3 Ibhayibhile (XHO96)

Bathethana bathi: “Masenze izitena, sizitshise ziqine.” Baza ke basebenzisa ezo zitena endaweni yamatye, netha endaweni yodaka.

Eyeziqalo 11

Eyeziqalo 11:1-9