Eyeziqalo 10:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoncedo *lukaNdikhoyo waba lichebesha lezingela. Yiyo ke loo nto kuthiwa xa kuthethwayo: “Wanga uNdikhoyo angakupha amandla, ube lizingela, ufuze uNimrodi.”

Eyeziqalo 10

Eyeziqalo 10:1-14