Eyeziqalo 1:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wandula uThixo ukuthi amanzi angaphantsi kwesibhakabhaka makaqokeleleke ndawonye, kuze kuvele indawo engenamanzi. Kwaba njalo ke.

Eyeziqalo 1

Eyeziqalo 1:1-12