Eyeziqalo 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi ukukhanya yimini; wathi ubumnyama bona bubusuku. Kwahlwa, kwasa; yangumhla wokuqala ke lowo.

Eyeziqalo 1

Eyeziqalo 1:1-6