Eyeziqalo 1:2 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakuselubala nje emhlabeni, kungekho nto ikhoyo. Inzonzobila yamanzi eyayigubungele konke yayithiwe gqume sisithokothoko sobumnyama. UMoya kaThixo wafukama phezu kwaloo manzi.

Eyeziqalo 1

Eyeziqalo 1:1-4