Eyeziqalo 1:12 Ibhayibhile (XHO96)

Umhlaba ke wavelisa zonke iindidi zezityalo, ezo zithwala iinkozo kwanezo zithwala iziqhamo ngokweendidi zazo. UThixo ke wakholwa yiloo nto.

Eyeziqalo 1

Eyeziqalo 1:4-22