Eyemfuduko 9:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani ke wathumela buphuthu-phuthu, wathi makubizwe uMosis noAron, waza wathi kubo: “Ngoku ndiyavuma, ndonile mna nabantu bam; uNdikhoyo yena akaphazamanga.

Eyemfuduko 9

Eyemfuduko 9:17-34