Eyemfuduko 6:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Wathi ke uNdikhoyo kuMosis: “Uza kuyibona ke ngoku into endiza kuyenza kukumkani waseJiputa. Ngamandla am ndomnyanzela abakhulule aba bantu; enyanisweni ndiza kumenza abagxothe ngokwakhe emhlabeni wakhe.”

2. UThixo wathetha noMosis wathi: “*NdinguNdikhoyo.

Eyemfuduko 6