8. Isikhuselo-sifuba basenza kwangezaa zinto senziwe ngazo *isidanga, nangobugcisa obukwanjalo.
9. Basenza sangumphindo olinganayo, ubude nobubanzi baziisentimitha ezingamashumi amabini anambini.
10. Basiqhoqhonya ngemiqolo emine yamatye exabiso. Kowokuqala yaba yirubhi, itopazi, negarneti;