Eyemfuduko 35:1-4 Ibhayibhile (XHO96)

1. UMosis waliqokelela lonke ibandla lamaSirayeli, wathi: “Nantsi imiyalelo *kaNdikhoyo:

2. iintsuku zokusebenza imisebenzi yenu zintandathu evekini, kodwa lona usuku lwesixhenxe ngumhla owodwa okhethekileyo; ngumhla kaNdikhoyo, umhla wokuphumla. Nabani na ke owenza nawuphi na umsebenzi ngawo wobulawa.

3. Ngawo akunakubaswa nomlilo lo emizini yenu.”

4. UMosis waliyalela lonke ibandla lamaSirayeli, wathi: “*UNdikhoyo uthi

Eyemfuduko 35