Eyemfuduko 33:16 Ibhayibhile (XHO96)

Xa ungahambi nathi kuya kwaziwa njani ukuba ukholisekile ndim naba bantu? Kanti ke xa ukho phakathi kwethu, siya kutsho sahluke kulo lonke uluntu.”

Eyemfuduko 33

Eyemfuduko 33:13-22