Eyemfuduko 31:1-3 Ibhayibhile (XHO96) *UNdikhoyo waxelela uMosis wathi: “Uyabona ke, uBhezaleli unyana kaUri umzukulwana kaYuri wendlu kaJuda, ndimnyule.