Eyemfuduko 26:37 Ibhayibhile (XHO96)

Lenzele iintsika ezintlanu ngomngampunzi. Mazityatyekwe ngegolide, zifakwe amahaki egolide. Ke zona mazisekelwe ngeziseko zobhedu ezihlanu.”

Eyemfuduko 26

Eyemfuduko 26:33-37