Eyasentlango 5:24-26 Ibhayibhile (XHO96)

24. Emva kokuba umbingeleli emseze umfazi lowo la manzi anokumenza aphathwe ngamahlaba,

25. uya kuthatha laa mgubo womnikelo usesandleni sakhe, awuwanga-wangise phambi koNdikhoyo, awubeke kwiqonga lamadini.

26. Uya kukha kuwo ngesandla atshise inxenye yawo apho eqongeni. Ekugqibeleni ke uya kuseza umfazi lowo awafince loo manzi.

Eyasentlango 5