Eyasentlango 33:6-15-37 Ibhayibhile (XHO96)

10. Ukushiya kwawo iElim aya kumisa ngakuLwandle oluBomvu.

11. Nalapho aphuma aya kungena kwintlango yeSin.

12. Akuphuma apho aya kumisa eDofeka

13. naseAlushe.

14. Kamva ke aya kutsho eRefidim, apho afika engekho amanzi okusela.

Eyasentlango 33