Eyasentlango 32:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uMosis wabela amaGadi, amaRubhen, nenxalenye yabakwaManase, wonke ummandla kakumkani uSihon wama-Amori, ndawonye nokakumkani uOgi waseBhashan, ngokunjalo needolophu namaphandle awujikelezileyo.

Eyasentlango 32

Eyasentlango 32:24-42