Eyasentlango 29:26 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngosuku lwesihlanu makunikelwe iinkunzi zeenkomo eziselula zibe lithoba, iinkunzi zeegusha zibe mbini, neshumi elinesine lamaxhwane angamaduna, angenasiphako onke.

Eyasentlango 29

Eyasentlango 29:17-39