Eyasentlango 26:62 Ibhayibhile (XHO96)

Ke bona abaLevi abangamadoda ababudala buyinyanga nangaphezulu baba ngamashumi amabini anantathu amawaka. Phofu ke bona baba noludwe lwabo bodwa, kuba zange banikwe mhlaba kwaSirayeli.

Eyasentlango 26

Eyasentlango 26:60-65