Eyasentlango 26:57-59 Ibhayibhile (XHO96)

57. Nalu uludwe lwemizi yakwaLevi: amaGershon, amaKohati, namaMerari.

58. Kwinzala yayo kukho nale mizi: amaLibheni, amaHebron, amaMali, amaMushi, namaKora. UKohati nguyise ka-Amram

59. owathatha umLevikazi uJokobhedi owazalelwa eJiputa. Ke yena wazalela uAmram oonyana ababini, uAron noMosis, nentombi uMiriyam.

Eyasentlango 26