Eyasentlango 26:50-53 Ibhayibhile (XHO96)

50. Inani lamadoda ale ndlu yaba ngamashumi amane anesihlanu amawaka, namakhulu amane.

51. Lilonke inani lamaSirayeli angamadoda yaba ngamakhulu amathandathu ananye amawaka, namakhulu asixhenxe, anamashumi amathathu.

52. *UNdikhoyo wayalela uMosis wathi:

53. “Umhlaba wahlulele le mizi ngokobubanzi bayo, ube lilifa layo.

Eyasentlango 26