Eyasentlango 26:3-4 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke bawuthobela loo myalelo, bawaqokelela onke amadoda ayiloo ntanga. Ke kaloku ahlanganisana kuloo mathafa aseMowabhi phesheya kweJordan malunga neJeriko.Lawo ke yayingamaSirayeli awayevela eJiputa:

Eyasentlango 26

Eyasentlango 26:2-13