Eyasentlango 26:37-40 Ibhayibhile (XHO96)

37. Amadoda ale mizi ke ayengamashumi amathathu anambini amawaka, mashumi amahlanu.Le ke yinzala kaJosefu.

38. Indlu kaBhenjamin; imizi yayo: amaBhela, ama-Ashbhele, ama-Ahiram,

39. amaShefufam, namaHufam.

40. Ama-Ardi namaNaman yinzala kaBhela.

Eyasentlango 26