Eyasentlango 26:34-37 Ibhayibhile (XHO96)

34. Inani lamadoda ale ndlu yayingamashumi amahlanu anambini amawaka, namakhulu asixhenxe.

35. Indlu kaEfrayim; imizi yayo: amaShutela, amaBhekeri, namaTahan.

36. AmaEran ayinzala kaShutela.

37. Amadoda ale mizi ke ayengamashumi amathathu anambini amawaka, mashumi amahlanu.Le ke yinzala kaJosefu.

Eyasentlango 26