Eyasentlango 26:19-21 Ibhayibhile (XHO96)

Indlu kaJuda; imizi yayo: amaShela, amaPerezi, namaZera. Isizukulwana samaPerezi ngamaHezeron namaHamuli. Isibini koonyana bakaJuda, uEre no-Onan, bafela eKanana.

Eyasentlango 26

Eyasentlango 26:9-24