Eyasentlango 26:11-14 Ibhayibhile (XHO96)

11. Kambe umlibo kaKora zange uphele.

12. Indlu kaSimon; imizi yayo: amaNemuweli, amaJamin, amaJakin,

13. amaZera, namaShawuli.

14. Inani lamadoda ale mizi ke yayingamashumi amabini anambini amawaka anamakhulu amabini.

Eyasentlango 26