Eyasentlango 25:16-18 Ibhayibhile (XHO96)

16. UNdikhoyo wathi kuMosis:

17. “AmaMidiyani ziintshaba zenu; watshabalaliseni,

18. kuba abonise ubutshaba kuni ngokunikhohlisa, nangenxa kaKozibhi owabulawa mhla ngobhubhani obangwe sisithwakumbe sasePehore.”

Eyasentlango 25