14. Igama lomSirayeli owabulawa kunye nomMidiyanikazi yayinguZimri, unyana kaSalu, inkulu yomzi othile kwindlu kaSimon.
15. Lona igama lomfazi lowo yayinguKozibhi. Uyise uZure wayeyinkosi yezindlu ezithile zamaMidiyani.
16. UNdikhoyo wathi kuMosis:
17. âAmaMidiyani ziintshaba zenu; watshabalaliseni,