Eyasentlango 16:42-44 Ibhayibhile (XHO96)

42. Emva kokuba beqokelelene bagwayimbela uMosis noAron, bajika basingisa *ngasesibingelelweni, baza balibona ilifu lisigqumile ngequbuliso, ngokunjalo kwabonakala nobungangamsha bukaNdikhoyo.

43. UMosis noAron baya kuma phambi kwesibingelelo.

44. Ke uNdikhoyo wathetha noMosis, wathi:

Eyasentlango 16