Eyasentlango 10:34-36 Ibhayibhile (XHO96)

34. Nanini na benduluka ilifu likaNdikhoyo lalijinga phezu kwabo.

35. Xa iphumayo ityesi yomnqophiso uMosis wayedanduluka athi:“Hoyina, Ndikhoyo,vuka wenz' iziqwenga,uzichitha-chithe iintshaba zakho,ubaswantsulise abakuthiyileyo!”

36. Apho iphumla khona ke uMosis wayesithi:“Khawubuye, Ndikhoyo,ufukame phakathi kwamawaka-waka akwaSirayeli!”

Eyasentlango 10