Ekayakobi 3:16-18 Ibhayibhile (XHO96)

16. Ke apho kukho umona nokuzigwagwisa kuba nguqulukubhode nazo zonke iintlobo zeentlondi.

17. Kodwa ke bona ubulumko obuvela phezulu bumsulwa; bunolungelelwano, nobubele, buyazelelela. Bona bunovelwano, yaye buvelisa imisebenzi emihle; abunamkhethe naluhanahaniso.

18. Ke bona abahlwayeli boxolo abaseluxolweni bavuna ubulungisa.

Ekayakobi 3