Ekayakobi 1:8-10 Ibhayibhile (XHO96)

8. Kaloku umntu ongqondo ilala neli, ivuke neli, akaze abe nazigqibo nganto.

9. Ikholwa elihlelelekileyo malivuye lakuphakanyiswa nguThixo.

10. Nekholwa elimi kakuhle nalo malizidle lakuthotywa nguThixo. Kaloku kwanesinhanha esi sithi shwaka njengentyatyambo esendle.

Ekayakobi 1