Ekajuda 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

Nakuba niyazi nje le ndawo, ndifuna ukukhe ndinikhumbuze ngayo. Kaloku iNkosi yawahlangula amaSirayeli eJiputa, kodwa kamva yabatshabalalisa abo bathi baveza intswela-mbeko nokuqhankqalaza.

Ekajuda 1

Ekajuda 1:1-13