Ekajuda 1:25 Ibhayibhile (XHO96)

ewe, kuThixo okukuphela kwakhe, uMsindisi wethu ngaye uYesu Krestu iNkosi yethu, makubekho isidima nobungangamsha, amandla namagunya, kusukela ephakadeni, nanamhlanje, nanini-nanini na! *Amen!

Ekajuda 1

Ekajuda 1:20-25