Amava Engqondi 9:7 Ibhayibhile (XHO96)

Hayi ke, yitya isonka sakho wonwabile, usele iwayini yakho uchwayitile entliziyweni, kuba ngoku lithuba elikholekileyo kuThixo lokuba wenze oko.

Amava Engqondi 9

Amava Engqondi 9:1-8