Amava Engqondi 9:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena umntu akazi ukuba ithuba lakhe linini na. Njengentlanzi ebanjiswe ngomnatha ongenalusini, okanye intaka ebhajiswe ngumgibe, nathi bantu sisuka sixinwe yimin' embi esigubungela singayilindelanga.

Amava Engqondi 9

Amava Engqondi 9:9-18