Amava Engqondi 9:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ndithe ndisakuwuphonononga lo mbandela ndafumanisa ukuba izenzo zamalungisa kunye nezezilumko zisesandleni sikaThixo, phofu kungekho namntu waziyo nokuba ulindelwe luthando okanye ukuthiywa na.

Amava Engqondi 9

Amava Engqondi 9:1-6