Amava Engqondi 12:3 Ibhayibhile (XHO96)

Iingalo zakho ebezikukhusela ziya kuba nomkhinkqi;ngokunjalo nale milenze yakho yomeleleyo okwangoku iya kuba nengevane.Uya kuba ungasenako ukuhlafuna, kuba amazinyo embalwa,namehlo selemfiliba, ungasaboni kakuhle.

Amava Engqondi 12

Amava Engqondi 12:1-13