Amava Engqondi 1:17-18 Ibhayibhile (XHO96)

17. Ndazimisela ukuzuza ulwazi nobulumko, ndibuqonde ubutyhakala nobudenge, kodwa ndafikelela kwelithi naleyo into ifana nokusukelana nomoya.”

18. Ukukhula kobulumko kwandisa ukukhathazeka;kanti ke nokukhula kolwazi kongeza iinzingo.

Amava Engqondi 1