3 Kayohane 1:12 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa wonke umntu uthetha kakuhle ngoDemetriyo. Inyaniso iyacaca ngaye. Nam ndiyayingqina loo nto, yaye uyazi ukuba andixoki.

3 Kayohane 1

3 Kayohane 1:6-15