2 Yookumkani 9:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani wathumela esinye isigidimi kwangehashe. Sithe ke sakufika kubo sathi: “Ukumkani uthi mandibuze ukuba ngaba niza ngoxolo na.”UYehu waphendula wathi: “Uza kwenza ntoni ngoxolo? Tshona ngasemva kwam!”

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:17-21