2 Yookumkani 9:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYehu unyana kaYoshafati unyana kaNimshi wenzela uYoram iyelenqe. UYoram naye wonke uSirayeli babehlanganisela iRamoti yaseGiliyadi eyayihlaselwa nguHazayeli ukumkani wama-Aram,

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:10-21