2 Yookumkani 9:11 Ibhayibhile (XHO96)

Akuba ke uYehu ebuyele kwiingqwayi-ngqwayi zenkosi yakhe, enye yazo yabuza yathi: “Ngaba zime kakuhle na zonke izinto? Belifuna ntoni eli geza apha kuwe?”UYehu waphendula ngelithi: “Hayi, niyamazi lo mfo nezinto adla ngokuzithetha!”

2 Yookumkani 9

2 Yookumkani 9:8-20