2 Yookumkani 8:7 Ibhayibhile (XHO96)

UElisha ke waya eDamasko, wafika uBhenadadi ukumkani wakwa-Aram egula. Uthe ke ukumkani lowo akuva kusithiwa: “Umfo wakwaThixo nanko efika apho,”

2 Yookumkani 8

2 Yookumkani 8:1-13