2 Yookumkani 6:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke wabenzela isidlo esikhulu ukumkani, baza ke bathi bakugqiba ukutya nokusela wabandulula, babuyela enkosini yabo. Loo maqela ama-Aram ke atsho ayeka ukuhlasela ummandla wakwaSirayeli.

2 Yookumkani 6

2 Yookumkani 6:20-29