2 Yookumkani 6:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli wayijonga loo ndawo yayikhonjwa ngumfo wakwaThixo. Kwaba kaninzi uElisha elumkisa ukumkani, waza ke wahlala eyilumkele loo migibe.

2 Yookumkani 6

2 Yookumkani 6:8-12