2 Yookumkani 6:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Iqumrhu labashumayeli lathetha noElisha lathi: “Le ndawo sihlala kuyo kunye nawe incinci gqitha, ayisilingani.

2. Masiye eJordan, ibe ngulowo nalowo azigawulele isibonda, ukuze sizakhele indawo yokuhlala khona.”Ke uElisha wavuma, wathi: “Yiyani.”

2 Yookumkani 6