2 Yookumkani 5:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke umshumayeli waphendula wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, lo ndimkhonzayo, andisayi kwamkela nento le!” Ewe, wala kwaphela, nakuba wazamayo ukumcenga uNahaman.

2 Yookumkani 5

2 Yookumkani 5:13-22