2 Yookumkani 4:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wahamba ke waya kuxelela umfo wakwaThixo owathi kuye: “Hamba uye kuthengisa loo mafutha, uhlawule amatyala akho. Aseleyo ke nophila ngawo, wena noonyana bakho.”

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:1-13