2 Yookumkani 4:28 Ibhayibhile (XHO96)

Umfazi lowo wathi: “Ngaba ndakha ndamcela na umntwana kuwe, nkosi yam? Ndandingatshongo na ukuthi: ‘Musa ukundinika ilize lethemba’?”

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:18-36