2 Yookumkani 4:25 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke waphuma waya kumfo wakwaThixo kwintaba iKarmele.Umfo wakwaThixo wambona esemgama, waza wathetha nehlakani lakhe uGehazi, wathi: “Uyabona, nankuya umShunemikazi esiza!

2 Yookumkani 4

2 Yookumkani 4:23-31